zigaba: IBhayibhile

Ikhaya » IBhayibhile » Page 2
igalelo

Amanyathelo kuYesu: Inguquko

“Amanyathelo kuYesu” aqala apho wonke umntu azifumana ekuyo – embindini wemibuzo emininzi kunye nolangazelelo. Ngaba kukho umntu ondithandayo ngaphandle kwemiqathango? Ukuba uThixo ukho, ndazi njani ukuba ndinokumthemba? UYesu waseNazarete unantoni yakwenza nayo? Angabutshintsha njani ubomi bam? Ngu-Ellen White. Ifundwe ngu...